8 Ngoko uDavide wathi ngaloo mini: “Nabani na oxabela amaYebhusi,+ makahambe ngembobo yamanzi,+ aye kuhlangabezana neziqhwala neemfama, ezithiyekileyo emphefumlweni kaDavide!” Kungenxa yoko le nto bathi: “Lowo uyimfama nosisiqhwala abayi kungena endlwini.”