Numeri 31:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ngoko sivumele ukuba ngamnye kuthi asondeze oko akufumeneyo njengomnikelo kaYehova,+ impahla yegolide, imixhaka, nezacholo, nemisesane yokutywina,+ namacici, nezihombo zamabhinqa,+ ukuze sicamagushele imiphefumlo yethu phambi koYehova.” 1 Kronike 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela+ uYehova kunye nesilivere negolide awayithabatha kuzo zonke iintlanga,+ kwaEdom nakwaMowabhi+ nakoonyana baka-Amoni+ nakumaFilisti+ nakuAmaleki.+
50 Ngoko sivumele ukuba ngamnye kuthi asondeze oko akufumeneyo njengomnikelo kaYehova,+ impahla yegolide, imixhaka, nezacholo, nemisesane yokutywina,+ namacici, nezihombo zamabhinqa,+ ukuze sicamagushele imiphefumlo yethu phambi koYehova.”
11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela+ uYehova kunye nesilivere negolide awayithabatha kuzo zonke iintlanga,+ kwaEdom nakwaMowabhi+ nakoonyana baka-Amoni+ nakumaFilisti+ nakuAmaleki.+