IMizekeliso 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+ IMizekeliso 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Emilebeni yomntu onokuqonda kufunyanwa ubulumko,+ kodwa intonga yeyomhlana woswele intliziyo.+ IMizekeliso 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Osisilumko entliziyweni kuya kuthiwa uyaqonda,+ yaye onemilebe emnandi wongeza ubuciko.+
5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+