1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ IMizekeliso 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ubulumko yinto eyintloko.+ Zuza ubulumko; kunye nako konke oko ukuzuzayo, zuza ukuqonda.+ Roma 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba intobelo yenu ifikelele ekuphawulweni ngabo bonke.+ Ngoko ke ndinemihlali ngani. Kodwa ndifuna nibe zizilumko+ mayela noko kulungileyo, kodwa nibe msulwa+ mayela noko kubi.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
19 Kuba intobelo yenu ifikelele ekuphawulweni ngabo bonke.+ Ngoko ke ndinemihlali ngani. Kodwa ndifuna nibe zizilumko+ mayela noko kulungileyo, kodwa nibe msulwa+ mayela noko kubi.+