IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho.

  • 2 Kronike 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngosuku lwamashumi amabini anesithathu ngenyanga yesixhenxe wabandulula abantu baya emakhayeni abo, bevuya+ yaye bechwayitile ezintliziyweni ngako konke ukulunga+ awayekwenzile uYehova kuDavide nakuSolomon nakumaSirayeli abantu bakhe.+

  • Nehemiya 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko bonke abantu bemka baya kudla basela, bathumela izabelo+ baza baba nemihlali kakhulu,+ kuba babewaqondile amazwi ababewazisiwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share