-
Eksodus 17:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 Zathi zakudinwa izandla zikaMoses, bathabatha ilitye, balibeka phantsi kwakhe, waza wahlala kulo; uAron noHure bazixhasa izandla zakhe, omnye ekweli cala nomnye ekweliya cala, zaza zahlala ziqinile izandla zakhe de latshona ilanga.
-