IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+

  • Rute 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye bobabini bahamba de baya kufika eBhetelehem.+ Kwathi kamsinya bakufika eBhetelehem, saxokozela sonke isixeko ngenxa yabo,+ yaye abafazi baqhubeka besithi: “NguNahomi lo?”+

  • Rute 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye, khangela! uBhohazi wafika evela eBhetelehem wathi kubavuni: “UYehova abe nani.”+ Babesithi kuye: “UYehova akusikelele.”+

  • Mateyu 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Emva kokuba uYesu ezelwe eBhetelehem+ yelakwaYuda ngemihla kaHerode+ ukumkani, khangela! abavumisi ngeenkwenkwezi+ abavela kwimimandla yasempumalanga beza eYerusalem,

  • Yohane 7:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Asizange sitsho na iSibhalo ukuba uKRISTU uphuma kwinzala kaDavide,+ naseBhetelehem+ idolophana apho uDavide wayefudula ekhona?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share