Rute 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.
1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.