-
2 Samuweli 13:32INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
32 Noko ke, uYehonadabhi+ unyana kaShimeha,+ umntakwabo Davide, waphendula wathi: “Inkosi yam mayingacingi ukuba babulele bonke abafana abangoonyana bakakumkani, kuba nguAmnon yedwa ofileyo,+ ngenxa yokuba oku kwenzeke ngokomyalelo ka-Abhisalom njengento eyamiselwayo+ ukususela kwimini awamthoba+ ngayo uTamare udade wabo.+
-