IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Zathi zakudinwa izandla zikaMoses, bathabatha ilitye, balibeka phantsi kwakhe, waza wahlala kulo; uAron noHure bazixhasa izandla zakhe, omnye ekweli cala nomnye ekweliya cala, zaza zahlala ziqinile izandla zakhe de latshona ilanga.

  • Eksodus 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa wathi kuwo amadoda amakhulu: “Silindeni kule ndawo side sibuye.+ Yaye, khangelani! uAron noHure+ banani. Nabani na onesimangalo, makaye kubo.”+

  • 1 Kronike 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ekugqibeleni wafa uAzubha. Ngoko uKalebhi wazithabathela uEfrata,+ owathi ekuhambeni kwexesha wamzalela uHure.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share