Genesis 32:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Emva koko yathi: “Ndiyeke ndihambe, kuba sesiphumile isifingo.” Wathi yena: “Andisokuze ndikuyeke uhambe de undisikelele kuqala.”+ Numeri 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+ IMizekeliso 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+
26 Emva koko yathi: “Ndiyeke ndihambe, kuba sesiphumile isifingo.” Wathi yena: “Andisokuze ndikuyeke uhambe de undisikelele kuqala.”+
6 Ngoko ke, nceda uze; ndiqalekisele+ esi sizwana, kuba sinamandla kunam. Mhlawumbi ndingakwazi ukusixabela ndize ndisigxothe kweli lizwe; ngokuba ndazi kakuhle ukuba omsikelelayo usikelelwe nomqalekisayo uqalekisiwe.”+