1 Kronike 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uYabhetse wabiza kuTHIXO+ kaSirayeli, wathi: “Ukuba nakanjani na uya kundisikelela+ uze ngenene uwandise ummandla wam,+ isandla sakho+ sibe nam, uze undigcine kwintlekele,+ ukuze ingandenzakalisi,+—” Ke uThixo wamenzela oko wakucelayo.+ INdumiso 115:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYehova usikhumbule; uya kusisikelela,+Uya kuyisikelela indlu kaSirayeli,+Uya kuyisikelela indlu ka-Aron.+ Hoseya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+
10 Waza uYabhetse wabiza kuTHIXO+ kaSirayeli, wathi: “Ukuba nakanjani na uya kundisikelela+ uze ngenene uwandise ummandla wam,+ isandla sakho+ sibe nam, uze undigcine kwintlekele,+ ukuze ingandenzakalisi,+—” Ke uThixo wamenzela oko wakucelayo.+
12 UYehova usikhumbule; uya kusisikelela,+Uya kuyisikelela indlu kaSirayeli,+Uya kuyisikelela indlu ka-Aron.+
4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+