IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi,+ wayithimba. Ngenxa yoko wamnika uAkesa intombi yakhe njengomfazi.+

  • ABagwebi 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+

  • ABagwebi 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Emva koko ilizwe alizange libe nasiphazamiso iminyaka engamashumi amane. Ekugqibeleni wafa uOteniyeli unyana kaKenazi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share