1 Samuweli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim. 1 Kronike 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke yena uElikana, oonyana bakaElikana yayinguTsofare+ unyana wakhe noNahati unyana wakhe,
1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim.