1 Samuweli 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kwakukho indoda yakwaBhenjamin, yaye igama layo lalinguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin,+ indoda enendyebo eninzi.+ IZenzo 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.
9 Ke kaloku kwakukho indoda yakwaBhenjamin, yaye igama layo lalinguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin,+ indoda enendyebo eninzi.+
21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.