1 Samuweli 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku kwakukho indoda eMahon,+ emsebenzi wayo wawuseKarmele.+ Loo ndoda yayisisikhulu kakhulu, yaye yayinezimvu ezingamawaka amathathu neebhokhwe eziliwaka; yaza ke yazixakekisa ngokucheba+ izimvu zayo eKarmele. 2 Samuweli 19:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+ Yobhi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+
2 Ke kaloku kwakukho indoda eMahon,+ emsebenzi wayo wawuseKarmele.+ Loo ndoda yayisisikhulu kakhulu, yaye yayinezimvu ezingamawaka amathathu neebhokhwe eziliwaka; yaza ke yazixakekisa ngokucheba+ izimvu zayo eKarmele.
32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+
3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+