Genesis 50:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Bafika esandeni+ saseAtadi, esikummandla waseYordan,+ baza benza khona isijwili esikhulu kakhulu, bamzilela uyise iintsuku ezisixhenxe.+ 2 Samuweli 3:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kamva bonke abantu beza kunika uDavide isonka+ sentuthuzelo kwangaloo mini, kodwa uDavide wafunga, esithi: “Ngamana uThixo angenjenjalo kum+ aze ongezelele ukwenjenjalo, ukuba ndithe ndangcamla isonka okanye nantoni na lingekatshoni ilanga!”+
10 Bafika esandeni+ saseAtadi, esikummandla waseYordan,+ baza benza khona isijwili esikhulu kakhulu, bamzilela uyise iintsuku ezisixhenxe.+
35 Kamva bonke abantu beza kunika uDavide isonka+ sentuthuzelo kwangaloo mini, kodwa uDavide wafunga, esithi: “Ngamana uThixo angenjenjalo kum+ aze ongezelele ukwenjenjalo, ukuba ndithe ndangcamla isonka okanye nantoni na lingekatshoni ilanga!”+