ABagwebi 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Bonke oonyana bakaSirayeli,+ kwanabo bonke abantu, benyuka baya eBheteli baza balila+ yaye bahlala apho phambi koYehova, bazila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, banikela iminikelo etshiswayo+ neminikelo yobudlelane+ phambi koYehova. 2 Samuweli 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Benza ke isijwili balila+ baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba babewile ngekrele.
26 Bonke oonyana bakaSirayeli,+ kwanabo bonke abantu, benyuka baya eBheteli baza balila+ yaye bahlala apho phambi koYehova, bazila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, banikela iminikelo etshiswayo+ neminikelo yobudlelane+ phambi koYehova.
12 Benza ke isijwili balila+ baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba babewile ngekrele.