1 Samuweli 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UDavide wahlala entlango kwiindawo ekunzima ukuzifikelela, yaye waqhubeka ehlala kummandla weentaba kwintlango yeZifi.+ NoSawule wayesoloko emfuna,+ uThixo akamnikela esandleni sakhe.+ 1 Samuweli 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wandula ke uDavide wenyuka esuka apho waza waya kuhlala kwiindawo ekunzima ukuzifikelela e-En-gedi.+ 1 Samuweli 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngako oko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule waya ekhayeni lakhe.+ Ke yena uDavide namadoda akhe, benyuka baya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+ 1 Kronike 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uDavide ngoko wayekwindawo ekwakunzima ukuyifikelela;+ yaye inkampu yomkhosi wamaFilisti+ ngoko yayiseBhetelehem.
14 UDavide wahlala entlango kwiindawo ekunzima ukuzifikelela, yaye waqhubeka ehlala kummandla weentaba kwintlango yeZifi.+ NoSawule wayesoloko emfuna,+ uThixo akamnikela esandleni sakhe.+
29 Wandula ke uDavide wenyuka esuka apho waza waya kuhlala kwiindawo ekunzima ukuzifikelela e-En-gedi.+
22 Ngako oko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule waya ekhayeni lakhe.+ Ke yena uDavide namadoda akhe, benyuka baya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+
16 Kwaye uDavide ngoko wayekwindawo ekwakunzima ukuyifikelela;+ yaye inkampu yomkhosi wamaFilisti+ ngoko yayiseBhetelehem.