2 Samuweli 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+
21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+