IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+

  • Yoshuwa 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share