IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Uyabona, ndithumela ingelosi+ phambi kwakho ukuba ikugcine endleleni ize ikuse endaweni endiyilungisileyo.+

  • 1 Kumkani 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wahlabela mgama wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova:+ Ngokuqinisekileyo ndibona uYehova ehleli etroneni yakhe+ yaye wonke umkhosi wamazulu umi ngakuye, ngasekunene nangasekhohlo kwakhe.+

  • INdumiso 103:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Mbongeni uYehova, nina zingelosi zakhe,+ zomeleleyo ngamandla, zenza ilizwi lakhe,+

      Ngokuphulaphula isandi selizwi lakhe.+

  • INdumiso 148:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Mdumiseni, nonke nina zingelosi zakhe.+

      Mdumiseni, nonke nina mkhosi wakhe.+

  • Daniyeli 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa inkosana+ yommandla wasebukhosini wasePersi+ yamelana+ nam iintsuku ezingamashumi amabini ananye, wada uMikayeli,+ omnye weenkosana ezibalaseleyo,+ weza kundinceda; wandikhulula apho ndandithintelwe khona ngakookumkani basePersi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share