2 Samuweli 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye kwanendoda elikroti entliziyo yayo injengentliziyo yengonyama+ ngokuqinisekileyo iya kuthamba ngenxa yobuthathaka;+ kuba wonke uSirayeli uyaqonda ukuba uyihlo yindoda enamandla,+ kunjalo nangamadoda angamakroti akunye naye.+
10 Yaye kwanendoda elikroti entliziyo yayo injengentliziyo yengonyama+ ngokuqinisekileyo iya kuthamba ngenxa yobuthathaka;+ kuba wonke uSirayeli uyaqonda ukuba uyihlo yindoda enamandla,+ kunjalo nangamadoda angamakroti akunye naye.+