IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 30:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Waza ke wathi uLabhan kuye: “Ukuba ke ngoku, ndikholekile emehlweni akho,—imiqondiso le ndiyigqala njengebonisa ukuba uYehova undisikelele ngenxa yakho.”+

  • Genesis 39:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwathi ukususela ngexesha lokummisela kwayo njengomveleli wendlu yayo nomphathi wako konke okwayo, wayisikelela uYehova indlu yomYiputa lowo ngenxa kaYosefu, yaza intsikelelo kaYehova yaba phezu kwako konke eyayinako endlwini nasentsimini.+

  • 1 Kronike 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 uAmiyeli engowesithandathu, uIsakare engowesixhenxe, uPewuletayi engowesibhozo; kuba uThixo wayemsikelele.+

  • IMizekeliso 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Baya kwandula ke oovimba bakho bazaliswe yindyebo;+ neefatyi zakho zesixovulelo ziphuphume iwayini entsha.+

  • IMizekeliso 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+

  • Malaki 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share