IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UYehova uya kukumisela intsikelelo koovimba bakho+ nakuko konke okwenzayo,+ akusikelele ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho.

  • 2 Kronike 31:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uAzariya+ umbingeleli oyintloko wendlu kaTsadoki+ wathi kuye, ewe, wathi: “Ukususela ngexesha abaqalisa ngalo ukuzisa umnikelo+ endlwini kaYehova kubekho ukudla nokwanela+ kwaza kwasala intabalala;+ kuba uYehova ubebasikelela abantu bakhe,+ oku kuninzi kangaka kokuseleyo.”

  • Malaki 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share