1 Kronike 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku uDavide wathi makuqokelelwe abaphambukeli+ ababekumhlaba kaSirayeli, wabamisa njengabaqingqi bamatye+ ukuba baqingqe amatye+ asisikwere okwakha indlu yoTHIXO oyinyaniso.
2 Ke kaloku uDavide wathi makuqokelelwe abaphambukeli+ ababekumhlaba kaSirayeli, wabamisa njengabaqingqi bamatye+ ukuba baqingqe amatye+ asisikwere okwakha indlu yoTHIXO oyinyaniso.