Genesis 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko watyala umthi wetamariske eBher-shebha waza wabiza khona egameni likaYehova+ uThixo ohlala ngokungenammiselo.+ ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
33 Emva koko watyala umthi wetamariske eBher-shebha waza wabiza khona egameni likaYehova+ uThixo ohlala ngokungenammiselo.+
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+