INdumiso 90:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+ Isaya 40:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+ Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+ 1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+
28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.