IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+

  • IZenzo 10:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+

  • Roma 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba akukho kukhetha buso kuThixo.+

  • Efese 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nani zinkosi, qhubekani nisenza okufanayo kuwo, niyeke ukusongela,+ kuba niyazi ukuba iNkosi yawo kunye nani+ isemazulwini, yaye akukho kukhetha buso+ kuyo.

  • 1 Petros 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share