IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+

  • 2 Kronike 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+

  • Yobhi 34:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kukho Lowo ungakhethi nkosana

      Unganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+

      Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+

  • Roma 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba akukho kukhetha buso kuThixo.+

  • Galati 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa ngokubhekisele kwabo babonakala bengabathile+—nokuba bebengabantu baluphi na uhlobo ngaphambili akwenzi mahluko kum+—uThixo akahambi ngokwembonakalo yomntu yangaphandle+—ibe ke mna, enyanisweni, akukho nanto intsha abo bantu babalaseleyo bandinike yona.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share