2 Kronike 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abakunye naye yingalo yenyama,+ kodwa thina sinoYehova uThixo wethu ukuba asincede+ asilwele amadabi ethu.”+ Abantu baxhathisa ngenxa yamazwi kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.+
8 Abakunye naye yingalo yenyama,+ kodwa thina sinoYehova uThixo wethu ukuba asincede+ asilwele amadabi ethu.”+ Abantu baxhathisa ngenxa yamazwi kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.+