Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ Yoshuwa 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+ 2 Kronike 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yoko wathi: “Phulaphulani, nonke maYuda nani bemi baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Utsho uYehova ukuthi, ‘Musani ukoyika+ okanye ninkwantye ngenxa yesi sihlwele sikhulu; kuba idabi asilolenu, kodwa lelikaThixo.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+
15 Ngenxa yoko wathi: “Phulaphulani, nonke maYuda nani bemi baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Utsho uYehova ukuthi, ‘Musani ukoyika+ okanye ninkwantye ngenxa yesi sihlwele sikhulu; kuba idabi asilolenu, kodwa lelikaThixo.+