2 Samuweli 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye uDavide nendlu yonke kaSirayeli babebhiyoza phambi koYehova ngazo zonke iintlobo zezixhobo zomthi wejunipha nangeehadi+ nangomrhubhe+ nangeentambula+ nangamakhenkcekhenkce nangamacangci.+ 1 Kumkani 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ukumkani wenzela indlu kaYehova+ nendlu kakumkani izixhaso ngamaplanga omthi womalgumi, neehadi+ nemirhubhe+ yeemvumi. Amaplanga omthi wealgumi onjengalo awazange aziswe kwakhona engazange aphinde abonwe de kube namhla.
5 Kwaye uDavide nendlu yonke kaSirayeli babebhiyoza phambi koYehova ngazo zonke iintlobo zezixhobo zomthi wejunipha nangeehadi+ nangomrhubhe+ nangeentambula+ nangamakhenkcekhenkce nangamacangci.+
12 Kwaye ukumkani wenzela indlu kaYehova+ nendlu kakumkani izixhaso ngamaplanga omthi womalgumi, neehadi+ nemirhubhe+ yeemvumi. Amaplanga omthi wealgumi onjengalo awazange aziswe kwakhona engazange aphinde abonwe de kube namhla.