1 Kumkani 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+ Hoseya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+
9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+
4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+