IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+

  • 2 Kronike 21:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wenza iindawo eziphakamileyo+ phezu kweentaba zakwaYuda, ukuba abangele abemi baseYerusalem babe neentlobano zokuziphatha okubi,+ nokuba bawexule uYuda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share