1 Kumkani 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye. 1 Kumkani 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+ 1 Kumkani 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uIzebhele wathumela umthunywa kuEliya, esithi: “Mabenjenje oothixo,+ baze bongeze ngolu hlobo,+ ukuba ngeli xesha ngomso andiyi kuwenza umphefumlo wakho ube njengomphefumlo wabo ngabanye!” 1 Kumkani 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+ ISityhilelo 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 yaye abazange baguquke ekubulaleni+ kwabo nakuqheliselo lwabo lokusebenzelana nemimoya+ nakuhenyuzo lwabo nakubusela babo.
31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye.
4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+
2 Yaye uIzebhele wathumela umthunywa kuEliya, esithi: “Mabenjenje oothixo,+ baze bongeze ngolu hlobo,+ ukuba ngeli xesha ngomso andiyi kuwenza umphefumlo wakho ube njengomphefumlo wabo ngabanye!”
7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+
21 yaye abazange baguquke ekubulaleni+ kwabo nakuqheliselo lwabo lokusebenzelana nemimoya+ nakuhenyuzo lwabo nakubusela babo.