2 Kumkani 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke yena uYehoram+ unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka weshumi elinesibhozo kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula iminyaka elishumi elinesibini.
3 Ke yena uYehoram+ unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka weshumi elinesibhozo kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula iminyaka elishumi elinesibini.