INdumiso 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abangendawo bahambahamba macala onke,Ngenxa yokuba ububi buyaphakanyiswa phakathi koonyana babantu.+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+ Yeremiya 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ulilungisa,+ Yehova, xa ndimangala kuwe, eneneni naxa ndithetha nawe ngomgwebo. Kutheni na iphumelele indlela yabangendawo,+ bonke abo benza ngobuqhophololo ingabo abangakhathazekanga?
8 Abangendawo bahambahamba macala onke,Ngenxa yokuba ububi buyaphakanyiswa phakathi koonyana babantu.+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
12 Ulilungisa,+ Yehova, xa ndimangala kuwe, eneneni naxa ndithetha nawe ngomgwebo. Kutheni na iphumelele indlela yabangendawo,+ bonke abo benza ngobuqhophololo ingabo abangakhathazekanga?