IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+

  • INdumiso 51:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+

      Ndenze okubi emehlweni akho,+

      Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+

      Ukuze ube msulwa xa ugweba.+

  • INdumiso 145:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UYehova ulilungisa kuzo zonke iindlela zakhe+

      Yaye unyanisekile kuyo yonke imisebenzi yakhe.+

  • Zefaniya 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UYehova wayelilungisa phakathi kwaso;+ wayengenzi ntswela-bulungisa.+ Iintsasa ngeentsasa wanikela isigwebo sakhe.+ Ekukhanyeni kwemini asizange sisilele.+ Kodwa ongelolungisa wayengalazi ihlazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share