Yobhi 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Iintente zabaphangi azikhathazwa,+Yaye abo bacaphukisa uThixo banokhuselekoLwalowo uzise uthixo esandleni sakhe.+ Yobhi 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kutheni abangendawo beqhubeka bephila,+Besiba badala, besongama nangendyebo?+ INdumiso 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Musa ukuzibonisa uvutha ngumsindo ngenxa yabenzi bobubi.+Musa ukubamonela abo benza okungebobulungisa.+ INdumiso 73:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndabamonela abaqhayisi,+Xa ndandibona uxolo lwabantu abangendawo.+ Yeremiya 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’” Malaki 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nangoku sibabhengeza benoyolo abantu abakhukhumeleyo.+ Abenzi bobungendawo bakhekile.+ Bamvavanyile uThixo baza bamana besinda.’”+
6 Iintente zabaphangi azikhathazwa,+Yaye abo bacaphukisa uThixo banokhuselekoLwalowo uzise uthixo esandleni sakhe.+
37 Musa ukuzibonisa uvutha ngumsindo ngenxa yabenzi bobubi.+Musa ukubamonela abo benza okungebobulungisa.+
28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”
15 Nangoku sibabhengeza benoyolo abantu abakhukhumeleyo.+ Abenzi bobungendawo bakhekile.+ Bamvavanyile uThixo baza bamana besinda.’”+