-
2 Kumkani 25:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ukuphakama kwentsika nganye kwakuziikhubhite ezilishumi elinesibhozo,+ yaye iingqukuva+ ezaziphezu kwayo yayizezobhedu; yaye ukuphakama kweengqukuva kwakuziikubhite ezintathu; umnatha ophinyeneyo nerharnati+ macala onke phezu kweengqukuva, zazilubhedu; kwaye intsika yesibini yayikwanjalo phezu komnatha ophinyeneyo.
-