Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Eksodus 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba ke umntu uye wavutha ngumsindo ngakwidlelane lakhe ngokokude alibulale ngobuqhophololo,+ uze umsuse nasesibingelelweni sam ukuze afe.+ Numeri 35:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Nize ningathabathi ntlawulelo ngomphefumlo wombulali ofanelwe kukufa,+ makabulawe afe.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
14 Ukuba ke umntu uye wavutha ngumsindo ngakwidlelane lakhe ngokokude alibulale ngobuqhophololo,+ uze umsuse nasesibingelelweni sam ukuze afe.+