IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 21:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 neAyin+ nedlelo layo, neYuta+ nedlelo layo, iBhete-shemeshe+ nedlelo layo; izixeko ezisithoba kwezi zizwe zibini.

  • 1 Samuweli 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nize nikhangele ke: ukuba ithe yenyuka ngendlela eya kummandla wakowayo, eBhete-shemeshe,+ nguye owenze obu bubi bukhulu kuthi; kodwa ukuba akunjalo, simele sazi ukuba asichukunyiswanga sisandla sakhe; sihlelwe nje yingozi.”+

  • 1 Samuweli 6:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza yena wawabetha amadoda aseBhete-shemeshe,+ ngenxa yokuba ayeyikhangele ityeya kaYehova. Ngoko wabetha phakathi kwabantu amadoda angamashumi asixhenxe—amadoda angamashumi amahlanu amawaka—baza abantu bazila ngenxa yokuba uYehova wayexabele abantu ngokubabulala kakhulu ngogonyamelo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share