Nehemiya 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye abantu baphuma baza bawazisa bazenzela iminquba, ngamnye phezu kophahla lwakhe+ nakwiintendelezo zabo nakwiintendelezo+ zendlu yoTHIXO oyinyaniso nakwindawo yembutho+ yeSango Lamanzi+ nakwindawo yembutho yeSango LakwaEfrayim.+ Nehemiya 12:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi.
16 Kwaye abantu baphuma baza bawazisa bazenzela iminquba, ngamnye phezu kophahla lwakhe+ nakwiintendelezo zabo nakwiintendelezo+ zendlu yoTHIXO oyinyaniso nakwindawo yembutho+ yeSango Lamanzi+ nakwindawo yembutho yeSango LakwaEfrayim.+
39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi.