2 Kumkani 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila. 2 Kumkani 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe. 2 Kumkani 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekugqibeleni abakhonzi baka-Amon bamenzela iyelenqe baza bambulala+ ukumkani endlwini yakhe.
20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila.
10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe.