2 Kumkani 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke yena uShalum unyana kaYabheshe, waba ngukumkani ngonyaka wamashumi amathathu anesithoba kaUziya+ ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula inyanga yonke eSamariya.+ Mateyu 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 uAsa wazala uYehoshafati;+uYehoshafati wazala uYehoram;+uYehoram wazala u-Uziya;
13 Ke yena uShalum unyana kaYabheshe, waba ngukumkani ngonyaka wamashumi amathathu anesithoba kaUziya+ ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula inyanga yonke eSamariya.+