1 Kumkani 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni uAsa walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide ukhokho wakhe;+ waza uYehoshafati+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
24 Ekugqibeleni uAsa walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide ukhokho wakhe;+ waza uYehoshafati+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.