2 Samuweli 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+ 1 Kronike 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Emva koko uDavide wamisa iinkampu zomkhosi eSiriya yaseDamasko,+ aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
6 Emva koko uDavide wamisa iinkampu zomkhosi eSiriya yaseDamasko,+ aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+