Numeri 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron. 2 Samuweli 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku uYowabhi wamnika ukumkani inani lobhaliso+ lwabantu; yaye uSirayeli waba ngamakhulu asibhozo amawaka amadoda anobukroti arhola ikrele, namadoda akwaYuda aba ngamakhulu amahlanu amawaka amadoda.+
3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron.
9 Ke kaloku uYowabhi wamnika ukumkani inani lobhaliso+ lwabantu; yaye uSirayeli waba ngamakhulu asibhozo amawaka amadoda anobukroti arhola ikrele, namadoda akwaYuda aba ngamakhulu amahlanu amawaka amadoda.+