IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 15:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngemihla kaPeka ukumkani wakwaSirayeli, uTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya+ wafika waza wathabatha i-Iyon+ neAbheli-bhete-mahaka+ neYanowa neKedeshe+ neHatsore+ neGiliyadi+ neGalili,+ nawo wonke umhlaba wakwaNafetali,+ abantu wabathabathela ekuthinjweni eAsiriya.+

  • 2 Kumkani 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.”

  • 1 Kronike 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke ngoko uTHIXO kaSirayeli waxhokonxa umoya+ kaPuli+ ukumkani waseAsiriya,+ wona kanye umoya kaTilegati-pilenesere+ ukumkani waseAsiriya, ukuze athabathele ekuthinjweni+ amaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase, wabasa eHala+ naseHabhore naseHara nakuMlambo iGozan kude kube namhla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share